Levitikus 26:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngokuqinisekileyo ndiya kunizisela ikrele eliya kuwuphindezelela+ umnqophiso;+ yaye niya kuthi nihlanganisene ezixekweni zenu, ndithumele ngokuqinisekileyo indyikitya yokufa phakathi kwenu,+ ninikelwe esandleni sotshaba.+ Isaya 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Uphakamisele uhlanga olukhulu nolukude umqondiso,+ walubethela umlozi lusesiphelweni somhlaba;+ yaye, khangela! luya kungena ngokukhawuleza.+ Yeremiya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba ‘yabona, ndibiza zonke iintsapho zezikumkani zasemntla,’ utsho uYehova;+ ‘yaye ngokuqinisekileyo ziya kuza zibeke nganye itrone yayo emasangweni aseYerusalem,+ nasezindongeni zayo zonke eziyijikelezileyo nasezixekweni zonke zakwaYuda.+ Yeremiya 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Yabonani, ndizisa phezu kwenu uhlanga oluvela kude,+ ndlu kaSirayeli,” utsho uYehova. “Luhlanga olunyamezelayo.+ Luhlanga lwakudala, uhlanga olululwimi ungalwaziyo, kwaye akunakukuqonda oko lukuthethayo.
25 Ngokuqinisekileyo ndiya kunizisela ikrele eliya kuwuphindezelela+ umnqophiso;+ yaye niya kuthi nihlanganisene ezixekweni zenu, ndithumele ngokuqinisekileyo indyikitya yokufa phakathi kwenu,+ ninikelwe esandleni sotshaba.+
26 Uphakamisele uhlanga olukhulu nolukude umqondiso,+ walubethela umlozi lusesiphelweni somhlaba;+ yaye, khangela! luya kungena ngokukhawuleza.+
15 Kuba ‘yabona, ndibiza zonke iintsapho zezikumkani zasemntla,’ utsho uYehova;+ ‘yaye ngokuqinisekileyo ziya kuza zibeke nganye itrone yayo emasangweni aseYerusalem,+ nasezindongeni zayo zonke eziyijikelezileyo nasezixekweni zonke zakwaYuda.+
15 “Yabonani, ndizisa phezu kwenu uhlanga oluvela kude,+ ndlu kaSirayeli,” utsho uYehova. “Luhlanga olunyamezelayo.+ Luhlanga lwakudala, uhlanga olululwimi ungalwaziyo, kwaye akunakukuqonda oko lukuthethayo.