Eksodus 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wena—wena ke, uze uthethe konke endiya kukuyalela kona;+ ke yena uAron umntakwenu wothetha kuFaro,+ ukuba abandulule oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+ Numeri 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko ke wafika uThixo kuBhileham ebusuku wathi kuye: “Ukuba la madoda afikileyo kuwe eze kukubiza, sukuma, uhambe nawo. Kodwa ilizwi endolithetha kuwe lilo kuphela ofanele ulithethe.”+ 2 Kronike 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa uMikaya wathi: “Ephila nje uYehova,+ oko aya kukutsho uThixo wam, ndiya kuthetha kona.”+ Yeremiya 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Waveni amazwi alo mnqophiso! “Yaye umele uwathethe+ ebantwini bakwaYuda nakubemi baseYerusalem, Hezekile 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Waqhubeka wathi kum: “Nyana womntu, hamba, ungene phakathi kwindlu+ kaSirayeli, uwathethe amazwi am kubo.
2 Wena—wena ke, uze uthethe konke endiya kukuyalela kona;+ ke yena uAron umntakwenu wothetha kuFaro,+ ukuba abandulule oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+
20 Ngoko ke wafika uThixo kuBhileham ebusuku wathi kuye: “Ukuba la madoda afikileyo kuwe eze kukubiza, sukuma, uhambe nawo. Kodwa ilizwi endolithetha kuwe lilo kuphela ofanele ulithethe.”+
4 Waqhubeka wathi kum: “Nyana womntu, hamba, ungene phakathi kwindlu+ kaSirayeli, uwathethe amazwi am kubo.