IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+

  • Yeremiya 49:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Neenkamela+ zalo zimele ziphangwe, nenkitha yemfuyo yalo ibe lixhoba. Yaye ndiza kuluchithachitha emimoyeni yonke,+ abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni;+ yaye intlekele yalo ndiya kuyizisa ivela kwimimandla yonke ekufuphi nayo,” utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share