- 
	                        
            
            Zefaniya 3:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
8 “‘Ngoko ke hlalani nilindele kum,’+ utsho uYehova, ‘de ibe yimini yokuvuka kwam ukuba ndithimbe,+ kuba isigwebo sam kukuhlanganisa iintlanga,+ kukuba ndiqokelele ndawonye izikumkani, ukuze ndithululele kuzo isiqalekiso sam,+ wonke umsindo wam ovuthayo; kuba umhlaba wonke uya kuqwengwa ngumlilo wenzondelelo yam.+
 
 -