INdumiso 137:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+ Yeremiya 25:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Kothi ke yakuzaliseka iminyaka engamashumi asixhenxe+ ndimphendulise ukumkani waseBhabhiloni nolo hlanga,’+ utsho uYehova, ‘ngenxa yesiphoso sabo, kwanelizwe lamaKhaledi,+ kwaye ndiza kulenza inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Yeremiya 50:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Yakhani uluhlu nxamnye neBhabhiloni macala onke,+ nonke nina enigoba isaphetha.+ Tolani kuyo.+ Ningayeki lutolo, kuba imonile uYehova.+ Yeremiya 50:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+ Daniyeli 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Yiyo le intsingiselo yala magama: elithi MENE, lithetha ukuba uThixo uzibalile iintsuku zobukumkani bakho waza wabuphelisa.+
8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+
12 “‘Kothi ke yakuzaliseka iminyaka engamashumi asixhenxe+ ndimphendulise ukumkani waseBhabhiloni nolo hlanga,’+ utsho uYehova, ‘ngenxa yesiphoso sabo, kwanelizwe lamaKhaledi,+ kwaye ndiza kulenza inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.+
14 “Yakhani uluhlu nxamnye neBhabhiloni macala onke,+ nonke nina enigoba isaphetha.+ Tolani kuyo.+ Ningayeki lutolo, kuba imonile uYehova.+
27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+
26 “Yiyo le intsingiselo yala magama: elithi MENE, lithetha ukuba uThixo uzibalile iintsuku zobukumkani bakho waza wabuphelisa.+