2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+ Yeremiya 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+ Yeremiya 42:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kothi ke lona kanye ikrele eli niloyikayo linifumane apho kwilizwe laseYiputa,+ kwaye yona kanye indlala le niyoyikayo iya kunilandela ngokusondeleyo ukuya eYiputa;+ nifele apho.+ Hezekile 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Iidolophu eziphantsi kwakho uya kuzibulala ngekrele, yaye uya kwenza udonga lokukungqinga+ aze amise umsele wokukungqinga akuphakamisele ikhaka elikhulu;
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+
16 kothi ke lona kanye ikrele eli niloyikayo linifumane apho kwilizwe laseYiputa,+ kwaye yona kanye indlala le niyoyikayo iya kunilandela ngokusondeleyo ukuya eYiputa;+ nifele apho.+
8 Iidolophu eziphantsi kwakho uya kuzibulala ngekrele, yaye uya kwenza udonga lokukungqinga+ aze amise umsele wokukungqinga akuphakamisele ikhaka elikhulu;