- 
	                        
            
            Hezekile 14:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        21 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Kuya kuba njalo ke xa kuya kubakho izenzo zam ezine zokugweba ezenzakalisayo+—ikrele nendlala nerhamncwa elenzakalisayo nendyikitya yokufa+—endiya kuzithumela okunene phezu kweYerusalem ukuze ndinqumle kuyo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya.+ 
 
-