IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke yena uYehu, waphuma waya kubakhonzi benkosi yakhe, bathi kuye: “Ngaba yonke into ihamba kakuhle?+ Ibizele ntoni na le ndoda iphambeneyo+ kuwe?” Kodwa wathi kubo: “Niyayazi nani le ndoda nendlela ethetha ngayo.”

  • Hoseya 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Kufike imihla yokunikela ingqalelo;+ kufike imihla yentlawulo efanelekileyo.+ Abo bakwaSirayeli baya kuyazi.+ Abaprofeti baya kuba zizidenge,+ umntu onamazwi aphefumlelweyo uya kuphambana ngenxa yobuninzi besiphoso sakho,+ kwanobuninzi benzondo yakho.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share