IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuqinisekileyo umoya+ kaYehova uya kusebenza kuwe, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthetha njengomprofeti+ kunye nabo uze utshintshe ube ngomnye umntu.

  • 1 Samuweli 19:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwaoko uSawule wathumela abathunywa ukuba baye kuthabatha uDavide. Bathi bakubona abakhulileyo kubaprofeti beprofeta, noSamuweli emi kwisigxina sakhe phezu kwabo, umoya+ kaThixo waba phezu kwabathunywa bakaSawule, baza bona baqala ukuzenza abaprofeti,+ nabo ngokunjalo.

  • Yeremiya 43:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 uAzariya unyana kaHoshaya+ noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda akhukhumeleyo+ athi kuYeremiya: “Uthetha ubuxoki.+ UYehova uThixo wethu akakuthumanga, esithi, ‘Musani ukungena eYiputa ukuba nihlale khona njengabaphambukeli.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share