Duteronomi 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wokuzisa uYehova uThixo wakho kulo ilizwe ababelihluthile ooyihlo, ulidle ilifa; yaye wokwenzela okulungileyo, akwandise ngaphezu kooyihlo.+ Isaya 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwimihla ezayo uYakobi uya kumila ingcambu, uSirayeli+ uya kutyatyamba aze okunene ahlume; baya kusuka bazalise ilizwe elinemveliso ngemveliso.+ Yeremiya 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kanye njengoko umkhosi wamazulu ungenakubalwa, nentlabathi yolwandle ingenakulinganiswa,+ ngoko ndiya kuyandisa imbewu kaDavide umkhonzi wam nabaLevi abalungiselela mna.’”+ Zekariya 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ndiza kubabethela umlozi+ ndize ndibaqokelele ndawonye; kuba ngokuqinisekileyo ndiya kubakhulula,+ yaye bamele babe baninzi, kanye njengabo baye baba baninzi.+
5 Wokuzisa uYehova uThixo wakho kulo ilizwe ababelihluthile ooyihlo, ulidle ilifa; yaye wokwenzela okulungileyo, akwandise ngaphezu kooyihlo.+
6 Kwimihla ezayo uYakobi uya kumila ingcambu, uSirayeli+ uya kutyatyamba aze okunene ahlume; baya kusuka bazalise ilizwe elinemveliso ngemveliso.+
22 Kanye njengoko umkhosi wamazulu ungenakubalwa, nentlabathi yolwandle ingenakulinganiswa,+ ngoko ndiya kuyandisa imbewu kaDavide umkhonzi wam nabaLevi abalungiselela mna.’”+
8 “‘Ndiza kubabethela umlozi+ ndize ndibaqokelele ndawonye; kuba ngokuqinisekileyo ndiya kubakhulula,+ yaye bamele babe baninzi, kanye njengabo baye baba baninzi.+