Yeremiya 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+ Hezekile 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Kodwa wakholosa ngobuhle bakho+ waza waba ngunongogo ngenxa yegama lakho+ nezenzo zakho zobunongogo waziphalazela kuye wonke odlulayo;+ kwaba kokwakhe.
25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+
15 “‘Kodwa wakholosa ngobuhle bakho+ waza waba ngunongogo ngenxa yegama lakho+ nezenzo zakho zobunongogo waziphalazela kuye wonke odlulayo;+ kwaba kokwakhe.