Yeremiya 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baya kuza belila,+ ndibazise bebongoza becela ubabalo. Ndiya kubahambisa baye ezintlanjeni zamanzi,+ ngendlela elungileyo abangayi kukhutyekiswa kuyo. Kuba ndibe nguYise kaSirayeli;+ ke yena uEfrayim, ulizibulo lam.”+
9 Baya kuza belila,+ ndibazise bebongoza becela ubabalo. Ndiya kubahambisa baye ezintlanjeni zamanzi,+ ngendlela elungileyo abangayi kukhutyekiswa kuyo. Kuba ndibe nguYise kaSirayeli;+ ke yena uEfrayim, ulizibulo lam.”+