Yeremiya 37:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wandula ke wathi uYeremiya kuKumkani uZedekiya: “Ndikone ngayiphi na indlela wena nabakhonzi bakho nesi sizwana,+ ukuze nje nindifake endlwini yamabanjwa? Hebhere 11:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ewe, abanye basifumana isilingo sabo ngokwenziwa intlekisa nokutyakatywa, eneneni, ngokungakumbi kunoko, ngemixokelelwane+ neentolongo.+
18 Wandula ke wathi uYeremiya kuKumkani uZedekiya: “Ndikone ngayiphi na indlela wena nabakhonzi bakho nesi sizwana,+ ukuze nje nindifake endlwini yamabanjwa?
36 Ewe, abanye basifumana isilingo sabo ngokwenziwa intlekisa nokutyakatywa, eneneni, ngokungakumbi kunoko, ngemixokelelwane+ neentolongo.+