Yeremiya 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya ukuba uBharuki abhale ngomlomo kaYeremiya onke amazwi kaYehova lawo Yena wayewathethile kuye, emqulwini wencwadi.+ Yeremiya 36:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngokubhekele phaya, ukumkani wayalela uYerameli unyana kakumkani noSeraya unyana ka-Azriyeli noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba baye kuthabatha uBharuki unobhala noYeremiya umprofeti.+ Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+
4 UYeremiya wabiza uBharuki+ unyana kaNeriya ukuba uBharuki abhale ngomlomo kaYeremiya onke amazwi kaYehova lawo Yena wayewathethile kuye, emqulwini wencwadi.+
26 Ngokubhekele phaya, ukumkani wayalela uYerameli unyana kakumkani noSeraya unyana ka-Azriyeli noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba baye kuthabatha uBharuki unobhala noYeremiya umprofeti.+ Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+