Duteronomi 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ze kungesuki kuwe ngqina linye ngenxa yayo nasiphi na isiphoso okanye nasiphi na isono somntu,+ nokuba sisiphi na isono asenzileyo. Lifanele ilizwi limiswe ngomlomo wamangqina amabini okanye ngomlomo wamangqina amathathu.+ Mateyu 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ukuba akaphulaphuli, thabatha omnye okanye ababini, ukuze wonke umbandela umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.+
15 “Ze kungesuki kuwe ngqina linye ngenxa yayo nasiphi na isiphoso okanye nasiphi na isono somntu,+ nokuba sisiphi na isono asenzileyo. Lifanele ilizwi limiswe ngomlomo wamangqina amabini okanye ngomlomo wamangqina amathathu.+
16 Kodwa ukuba akaphulaphuli, thabatha omnye okanye ababini, ukuze wonke umbandela umiselwe ngomlomo wamangqina amabini okanye amathathu.+