IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 15:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye waqhubeka esenza oko kubi emehlweni kaYehova.+ Akazange ashenxe kuzo zonke izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awonisa ngazo uSirayeli,+ yonke imihla yakhe.

  • 2 Kumkani 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 yaye kwezo ndawo ziphakamileyo baqhubeka beqhumisa umbingelelo njengeentlanga+ ezo uYehova wayebathabathele ekuthinjweni ngenxa yazo, kwaye baqhubeka besenza izinto ezimbi ukuze bamcaphukise+ uYehova;

  • 2 Kumkani 17:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko ke uYehova waba nomsindo kakhulu+ nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamshenxisa phambi kwakhe.+ Akazange ashiye namnye ngaphandle kwesizwe sakwaYuda sodwa.+

  • Yeremiya 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+

  • Yeremiya 11:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “UYehova wemikhosi, umTyali wakho,+ uvakalise intlekele nxamnye nawe ngenxa yobubi bendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda ezibenzileyo zona ukuze zindicaphukise ngokuqhumisela uBhahali imibingelelo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share