Isaya 45:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke yena uSirayeli, ngokuqinisekileyo uya kusindiswa emanyene noYehova+ ngosindiso lwamaxesha angenammiselo.+ Aniyi kuba naziintloni,+ ningayi kuthotywa+ ukusa kumaxesha angenammiselo kanaphakade.
17 Ke yena uSirayeli, ngokuqinisekileyo uya kusindiswa emanyene noYehova+ ngosindiso lwamaxesha angenammiselo.+ Aniyi kuba naziintloni,+ ningayi kuthotywa+ ukusa kumaxesha angenammiselo kanaphakade.