2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. Yeremiya 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 noZedekiya, ukumkani wakwaYuda, akayi kusinda esandleni samaKhaledi, kuba nakanjani na uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni, umlomo wakhe uthethe nomlomo wakhe, namehlo akhe abone amehlo akhe”’;+ Hezekile 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
4 noZedekiya, ukumkani wakwaYuda, akayi kusinda esandleni samaKhaledi, kuba nakanjani na uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni, umlomo wakhe uthethe nomlomo wakhe, namehlo akhe abone amehlo akhe”’;+
13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+