IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Xa uthe wathenga ikhoboka elingumHebhere,+ liya kuba likhoboka iminyaka emithandathu, kodwa kowesixhenxe liya kuphuma likhululekile ngaphandle kwentlawulelo.+

  • Levitikus 25:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nimele niwungcwalise unyaka wamashumi amahlanu, nibhengeze inkululeko ezweni kubemi balo bonke.+ Woba yiNtlokoma+ kuni, yaye ngamnye kuni umele abuyele elifeni lakhe nasentsatsheni yakhe.+

  • Duteronomi 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Xa kuthe kwathengiswa kuwe umzalwana wakho, ongumHebhere okanye umHebherekazi,+ wakukhonza iminyaka emithandathu, uze umndulule ngonyaka wesixhenxe engokhululekileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share