2 Kumkani 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda. Yeremiya 39:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo. Hezekile 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye amadoda angamashumi asixhenxe+ kwabakhulileyo bendlu kaSirayeli, noYahazaniya unyana kaShafan+ owayemi phakathi kwawo, ayemi phambi kwazo, nganye kuwo inesiqhumiselo esandleni sayo, kunyuka nobulawu belifu lesiqhumiso.+
8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda.
14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.
11 Yaye amadoda angamashumi asixhenxe+ kwabakhulileyo bendlu kaSirayeli, noYahazaniya unyana kaShafan+ owayemi phakathi kwawo, ayemi phambi kwazo, nganye kuwo inesiqhumiselo esandleni sayo, kunyuka nobulawu belifu lesiqhumiso.+