2 Kumkani 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda. Yeremiya 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+ Yeremiya 39:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.
8 Kamva uHilekiya+ umbingeleli omkhulu wathi kuShafan+ unobhala:+ “Ndiyifumene incwadi yomthetho+ endlwini kaYehova.” Ngoko uHilekiya wamnika uShafan incwadi, waza wayifunda.
24 Ngaphezu koko, isandla sika-Ahikam+ unyana kaShafan+ saba noYeremiya, ukuze anganikelwa esandleni sabantu ukuba bambulale.+
14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.