Isaya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+ Isaya 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela. Yeremiya 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+ IZililo 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoxa sisekho, amehlo ethu ahlala ekhangele uncedo olungekhoyo.+Ebudeni bokukhangakhangela kwethu siye sakhangela kuhlanga olungenakuzisa lusindiso.+ Hezekile 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye ngomkhosi omkhulu wamajoni nangenkitha yebandla uFaro akayi kumenza aphumelele emfazweni,+ ngokumisa umsele wokungqinga nangokwakha udonga lokungqinga, ukuze anqumle imiphefumlo emininzi.+
3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+
3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.
5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+
17 Ngoxa sisekho, amehlo ethu ahlala ekhangele uncedo olungekhoyo.+Ebudeni bokukhangakhangela kwethu siye sakhangela kuhlanga olungenakuzisa lusindiso.+
17 Yaye ngomkhosi omkhulu wamajoni nangenkitha yebandla uFaro akayi kumenza aphumelele emfazweni,+ ngokumisa umsele wokungqinga nangokwakha udonga lokungqinga, ukuze anqumle imiphefumlo emininzi.+