Yeremiya 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+ Yeremiya 38:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Owu nkosi yam kumkani, la madoda enze ububi kuko konke akwenzileyo kuYeremiya umprofeti, lowo amphose equleni, kangangokuba uya kufa+ apho akhoyo ngenxa yendlala.+ Kuba akusekho sonka esixekweni.”
15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+
9 “Owu nkosi yam kumkani, la madoda enze ububi kuko konke akwenzileyo kuYeremiya umprofeti, lowo amphose equleni, kangangokuba uya kufa+ apho akhoyo ngenxa yendlala.+ Kuba akusekho sonka esixekweni.”