2 Kronike 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.” Yeremiya 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+ Yeremiya 26:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku lungisani iindlela zenu nezenzo zenu,+ nize nilithobele ilizwi likaYehova uThixo wenu, kwaye uYehova uya kuzisola ngentlekele ayithethileyo nxamnye nani.+
20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.”
23 Kodwa eli lizwi ndalivakalisa kubo njengomyalelo, ndisithi: “Thobelani ilizwi lam,+ ndiya kuba nguThixo wenu,+ nize nina nibe ngabantu bam; yaye nimele nihambe ngendlela+ yonke endiya kuniyalela ngayo, ukuze kulunge kuni.”’+
13 Ke kaloku lungisani iindlela zenu nezenzo zenu,+ nize nilithobele ilizwi likaYehova uThixo wenu, kwaye uYehova uya kuzisola ngentlekele ayithethileyo nxamnye nani.+