IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+

  • INdumiso 37:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Kholosa ngoYehova wenze okulungileyo;+

      Hlala emhlabeni, uqhube ngokuthembeka.+

  • INdumiso 37:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Yaye uYehova uya kuwanceda awasindise.+

      Uya kuwasindisa kubantu abangendawo,+

      Kuba asabela kuye.+

  • INdumiso 84:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Owu Yehova wemikhosi, unoyolo umntu okholosa ngawe.+

  • Yeremiya 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Isikelelwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngoYehova, naleyo ithembele ngoYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share