Duteronomi 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ziya kwandula ke zithi, ‘Kungokuba bawushiya umnqophiso+ kaYehova uThixo wookhokho babo, awawenza nabo ekubakhupheni kwakhe ezweni laseYiputa.+ 1 Kumkani 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuya kufuneka bathi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova uThixo wabo owakhupha ookhokho babo kwilizwe laseYiputa,+ babambelela kwabanye oothixo+ baza baqubuda kubo babakhonza. Kungenxa yoko le nto uYehova eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+
25 Ziya kwandula ke zithi, ‘Kungokuba bawushiya umnqophiso+ kaYehova uThixo wookhokho babo, awawenza nabo ekubakhupheni kwakhe ezweni laseYiputa.+
9 Kuya kufuneka bathi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova uThixo wabo owakhupha ookhokho babo kwilizwe laseYiputa,+ babambelela kwabanye oothixo+ baza baqubuda kubo babakhonza. Kungenxa yoko le nto uYehova eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+