Yeremiya 50:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bonke abo babafumanayo babadle babagqiba,+ yaye iintshaba zabo zithe,+ ‘Asiyi kuba natyala,+ ngenxa yokuba bamonile uYehova indawo yokuhlala yobulungisa+ nethemba lookhokho babo,+ uYehova.’” Daniyeli 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena. Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+
7 Bonke abo babafumanayo babadle babagqiba,+ yaye iintshaba zabo zithe,+ ‘Asiyi kuba natyala,+ ngenxa yokuba bamonile uYehova indawo yokuhlala yobulungisa+ nethemba lookhokho babo,+ uYehova.’”
11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena.
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+