Yeremiya 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya. Yeremiya 43:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 uAzariya unyana kaHoshaya+ noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda akhukhumeleyo+ athi kuYeremiya: “Uthetha ubuxoki.+ UYehova uThixo wethu akakuthumanga, esithi, ‘Musani ukungena eYiputa ukuba nihlale khona njengabaphambukeli.’+
11 Ekuhambeni kwexesha uYohanan+ unyana kaKareya nazo zonke iintloko zemikhosi yamajoni+ ezazikunye naye babuva bonke ububi obabenziwe nguIshmayeli unyana kaNetaniya.
2 uAzariya unyana kaHoshaya+ noYohanan+ unyana kaKareya nawo onke amadoda akhukhumeleyo+ athi kuYeremiya: “Uthetha ubuxoki.+ UYehova uThixo wethu akakuthumanga, esithi, ‘Musani ukungena eYiputa ukuba nihlale khona njengabaphambukeli.’+