Genesis 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+ ABagwebi 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwakukho umfana waseBhetelehem+ kwaYuda wentsapho yakwaYuda, yaye wayengumLevi.+ Wayehlala apho okwexesha elithile. 1 Kronike 2:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 uSalma uyise kaBhetelehem,+ uHarefu uyise kaBhete-gadere.
19 Waba uyafa ke ngaloo ndlela uRakeli waza wangcwatywa endleleni yase-Efrata, oko kukuthi, eBhetelehem.+
7 Ke kaloku kwakukho umfana waseBhetelehem+ kwaYuda wentsapho yakwaYuda, yaye wayengumLevi.+ Wayehlala apho okwexesha elithile.