Levitikus 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+ Duteronomi 28:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Yaye eneneni niya kusala nibambalwa kakhulu,+ nangona naningangeenkwenkwezi zamazulu ukuba baninzi,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho. Isaya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi asishiyele nje abasindi abambalwa,+ ngesasibe njengeSodom kanye, ngesasifane neGomora.+
22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+
62 Yaye eneneni niya kusala nibambalwa kakhulu,+ nangona naningangeenkwenkwezi zamazulu ukuba baninzi,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho.
9 Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi asishiyele nje abasindi abambalwa,+ ngesasibe njengeSodom kanye, ngesasifane neGomora.+