Duteronomi 32:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto. Yeremiya 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 luze okunene olo hlanga lubuye ebubini balo endithethe nxamnye nabo,+ nam ndiza kuzisola ngenxa yentlekele endicinge ukuyiphumeza kulo.+ Yeremiya 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngaba uHezekiya ukumkani wakwaYuda nabo bonke abo bakwaYuda bambulala na? Akazange amoyike na uYehova+ waza wambongoza uYehova, kangangokuba uYehova wazisola ngenxa yentlekele awayeyithethile nxamnye nabo?+ Ngoko sisebenzela ukuzisela imiphefumlo yethu intlekele enkulu.+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+
36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.
8 luze okunene olo hlanga lubuye ebubini balo endithethe nxamnye nabo,+ nam ndiza kuzisola ngenxa yentlekele endicinge ukuyiphumeza kulo.+
19 Ngaba uHezekiya ukumkani wakwaYuda nabo bonke abo bakwaYuda bambulala na? Akazange amoyike na uYehova+ waza wambongoza uYehova, kangangokuba uYehova wazisola ngenxa yentlekele awayeyithethile nxamnye nabo?+ Ngoko sisebenzela ukuzisela imiphefumlo yethu intlekele enkulu.+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+