-
Yeremiya 44:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Kwaye akukho uya kubaleka okanye osindayo kwintsalela yakwaYuda engenayo ukuba ihlale apho njengabaphambukeli, kwilizwe laseYiputa,+ nokubuyela kwilizwe lakwaYuda elo akuphakamisele kulo okunqwenelwa ngumphefumlo wabo ukuba babuyele ukuze bahlale;+ kuba abayi kubuya, ngaphandle kwabathile ababalekileyo.’”
-
-
Yeremiya 44:28INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
28 Ke bona abasindileyo ekreleni, baya kubuya elizweni laseYiputa baye kwilizwe lakwaYuda, bembalwa ngenani;+ bonke abo bentsalela yakwaYuda, abeza kwilizwe laseYiputa ukuba bahlale apho njengabaphambukeli, ngokuqinisekileyo baya kwazi ukuba lilizwi likabani elithi libe yinyaniso, lelam okanye lelabo kusini na.”’”+
-