Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ Isaya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’
3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+