2 Kumkani 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova, kanye njengoko wenzayo uManase uyise.+ 2 Kumkani 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova, njengako konke oko kwenziwa nguyise.+