Yeremiya 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+ Yeremiya 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndiza kuthumela kubo ikrele,+ indlala+ nendyikitya yokufa,+ de baphele emhlabeni endabanika wona bona nookhokho babo.”’”+ Yeremiya 43:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uya kufika alibethe ilizwe laseYiputa.+ Nabani na ofanelwe sisibetho esibulalayo uya kuba ngowesibetho esibulalayo, nabani na ofanelwe kukuthinjwa uya kuba ngowokuthinjwa, nabani na ofanelwe likrele uya kuba ngowekrele.+
9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+
10 Ndiza kuthumela kubo ikrele,+ indlala+ nendyikitya yokufa,+ de baphele emhlabeni endabanika wona bona nookhokho babo.”’”+
11 Uya kufika alibethe ilizwe laseYiputa.+ Nabani na ofanelwe sisibetho esibulalayo uya kuba ngowesibetho esibulalayo, nabani na ofanelwe kukuthinjwa uya kuba ngowokuthinjwa, nabani na ofanelwe likrele uya kuba ngowekrele.+