Duteronomi 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye uze ungawaphakamiseli emazulwini amehlo akho, ubone ilanga nenyanga neenkwenkwezi, wonke umkhosi wasemazulwini, ulukuhlwe uze uqubude kuwo, uwukhonze,+ wona lowo uYehova uThixo wakho awabele izizwana zonke phantsi kwamazulu ephela.+ Duteronomi 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 laya lanqula thixo bambi laqubuda kubo okanye laqubuda elangeni okanye enyangeni okanye kumkhosi wonke wamazulu,+ nto leyo endingayiyalelanga,+ Yeremiya 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Oonyana baso bathabatha iinkuni, yaye ooyise babasa umlilo, nabafazi baxova intlama yomgubo ukuze benze amaqebengwana ombingelelo ‘kukumkanikazi wamazulu’;+ kwaye bathulula umnikelo othululwayo+ kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.+
19 yaye uze ungawaphakamiseli emazulwini amehlo akho, ubone ilanga nenyanga neenkwenkwezi, wonke umkhosi wasemazulwini, ulukuhlwe uze uqubude kuwo, uwukhonze,+ wona lowo uYehova uThixo wakho awabele izizwana zonke phantsi kwamazulu ephela.+
3 laya lanqula thixo bambi laqubuda kubo okanye laqubuda elangeni okanye enyangeni okanye kumkhosi wonke wamazulu,+ nto leyo endingayiyalelanga,+
18 Oonyana baso bathabatha iinkuni, yaye ooyise babasa umlilo, nabafazi baxova intlama yomgubo ukuze benze amaqebengwana ombingelelo ‘kukumkanikazi wamazulu’;+ kwaye bathulula umnikelo othululwayo+ kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.+