Yeremiya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Khawubone, ndikumisele ngale mini ukuba ube phezu kweentlanga naphezu kwezikumkani,+ ukuze uncothule nokuze udilize nokuze utshabalalise nokuze uchithe,+ ukuze wakhe nokuze utyale.”+ Yeremiya 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+
10 Khawubone, ndikumisele ngale mini ukuba ube phezu kweentlanga naphezu kwezikumkani,+ ukuze uncothule nokuze udilize nokuze utshabalalise nokuze uchithe,+ ukuze wakhe nokuze utyale.”+
15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+