Isaya 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Bhombolozani,+ kuba imini kaYehova isondele!+ Iya kuza njengokuphanga ivela kuSomandla.+ Yoweli 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla! Yoweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi! Zefaniya 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+
15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla!
2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi!
14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+