Yeremiya 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Akukho lunyango lokuwa kwakho.+ Umvumbo wakho ngongapheliyo.+ Hezekile 30:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Nyana womntu, ngokuqinisekileyo ndiya kuyaphula ingalo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ kwaye ayiyi kubotshwa konke konke ukuze iphiliswe ngokufaka isibopho sokuyibopha,+ ukuze yomelele ibambe ikrele.”
21 “Nyana womntu, ngokuqinisekileyo ndiya kuyaphula ingalo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ kwaye ayiyi kubotshwa konke konke ukuze iphiliswe ngokufaka isibopho sokuyibopha,+ ukuze yomelele ibambe ikrele.”