1 Kumkani 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekuphenduleni ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Nina, thethani naye, ‘Lowo ubhinqayo+ makangaqhayisi ngesiqu sakhe njengalowo ukhululayo.’”+ IMizekeliso 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Isandla sabakhutheleyo siya kulawula,+ kodwa isandla esidangeleyo siya kusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+ INtshumayeli 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kukho ixesha lokuthanda nexesha lokuthiya;+ kukho ixesha lemfazwe+ nexesha loxolo.+
11 Ekuphenduleni ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Nina, thethani naye, ‘Lowo ubhinqayo+ makangaqhayisi ngesiqu sakhe njengalowo ukhululayo.’”+
24 Isandla sabakhutheleyo siya kulawula,+ kodwa isandla esidangeleyo siya kusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+