Nahum 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ulunge ngakumbi na kuneNo-amon,+ eyayimi ngakwimijelo yomNayile?+ Yayinamanzi macala onke, indyebo yayo ilulwandle, udonga lwayo lwalusuka elwandle.
8 Ulunge ngakumbi na kuneNo-amon,+ eyayimi ngakwimijelo yomNayile?+ Yayinamanzi macala onke, indyebo yayo ilulwandle, udonga lwayo lwalusuka elwandle.