Isaya 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+ Isaya 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+ Yeremiya 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+ Yeremiya 42:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 nisithi: “Hayi, kodwa siya kungena kwilizwe laseYiputa,+ apho singayi kubona khona imfazwe nesandi sophondo singayi kusiva nesonka singayi kusilambela; kulapho siya kuhlala khona ke”;+
5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+
2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+
14 nisithi: “Hayi, kodwa siya kungena kwilizwe laseYiputa,+ apho singayi kubona khona imfazwe nesandi sophondo singayi kusiva nesonka singayi kusilambela; kulapho siya kuhlala khona ke”;+