Yobhi 40:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Babone bonke abanekratshi, ubathobe,+Ubanyathele abangendawo kanye kuloo ndawo bakuyo. IMizekeliso 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+ Isaya 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uya kolula izandla zakhe phakathi kwayo njengendadi izolula xa idadayo, yaye uya kumthoba kwimpakamo+ yakhe ngokushukuma okukhohlisayo kwezandla zakhe. Yakobi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+
11 Uya kolula izandla zakhe phakathi kwayo njengendadi izolula xa idadayo, yaye uya kumthoba kwimpakamo+ yakhe ngokushukuma okukhohlisayo kwezandla zakhe.
6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+