INdumiso 137:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+ 2 Tesalonika 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+ ISityhilelo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yenzani kuyo njengoko nayo ngokwayo yenzayo,+ nenze kuyo ngokuphindwe kabini, ewe, liphindeni kabini inani lezinto eyazenzayo;+ kwindebe+ eyafaka kuyo umxube yifakeleni ngokuphindwe kabini+ umxube kuyo.+
8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+
6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+
6 Yenzani kuyo njengoko nayo ngokwayo yenzayo,+ nenze kuyo ngokuphindwe kabini, ewe, liphindeni kabini inani lezinto eyazenzayo;+ kwindebe+ eyafaka kuyo umxube yifakeleni ngokuphindwe kabini+ umxube kuyo.+