2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Yeremiya 39:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Indlu yokumkani nezindlu zabantu amaKhaledi azitshisa ngomlilo,+ neendonga zaseYerusalem azidiliza.+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
8 Indlu yokumkani nezindlu zabantu amaKhaledi azitshisa ngomlilo,+ neendonga zaseYerusalem azidiliza.+