7 Ungubani na wena, ntabandini inkulu?+ Phambi koZerubhabheli+ uya kuba ngumhlaba othe tyaba. Yaye ngokuqinisekileyo uya kuvelisa ilitye eliyintloko.+ Kuya kukhwazwa kulo+ kuthiwe: “Hayi indlela elinomtsalane ngayo! Hayi indlela elinomtsalane ngayo!”’”+