- 
	                        
            
            Mika 4:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        13 “Suka uze ubhule, ntombi yaseZiyon;+ kuba uphondo lwakho ndiya kulutshintsha lube yintsimbi, neempuphu zakho ndiya kuzitshintsha zibe lubhedu, kwaye ngokuqinisekileyo uya kucola izizwana ezininzi;+ kwaye ngokwahlulela uya kunikela kuYehova ingeniso yazo yokungekho sikweni,+ nobuncwane bazo kuyo iNkosi eyinyaniso yomhlaba uphela.”+ 
 
-