- 
	                        
            
            ISityhilelo 18:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        23 yaye akukho kukhanya kwasibane kuya kuze kukhanye kwakhona kuwe, ibe akukho lizwi lamyeni nelamtshakazi liya kuze liviwe kwakhona kuwe;+ ngenxa yokuba abarhwebi+ bakho abahambahambayo babengabantu abakuluhlu oluphezulu+ emhlabeni, kuba ngoqheliselo lwakho lokusebenzelana nemimoya+ zonke iintlanga zalahlekiswa. 
 
-