2 Kumkani 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+ 2 Kronike 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli. Hezekile 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+
20 Kuba ngenxa yomsindo+ kaYehova kwenzeka oko eYerusalem nakwaYuda, de wabasusa phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamvukela ukumkani waseBhabhiloni.+
13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli.
15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+