1 Kumkani 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye waqhubeka wenza iirharnati nezintlu ezimbini ezijikelezileyo phezu komnatha ophinyeneyo ukuze zigubungele iingqukuva ezazikumphezulu weentsika; yaye wenza oko nakwenye ingqukuva.+ 2 Kronike 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaphezu koko, wenza imixokelelwane+ yentsimbi yomqala waza wayibeka phezu kweentsika, wenza iirharnati ezilikhulu+ wazibeka kwimixokelelwane leyo.
18 Yaye waqhubeka wenza iirharnati nezintlu ezimbini ezijikelezileyo phezu komnatha ophinyeneyo ukuze zigubungele iingqukuva ezazikumphezulu weentsika; yaye wenza oko nakwenye ingqukuva.+
16 Ngaphezu koko, wenza imixokelelwane+ yentsimbi yomqala waza wayibeka phezu kweentsika, wenza iirharnati ezilikhulu+ wazibeka kwimixokelelwane leyo.